IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza wathi: “Wenze ntoni na? Phulaphula! Igazi lomntakwenu liyadanduluka kum emhlabeni.+

  • INdumiso 106:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ngoko baphalaza igazi elimsulwa,+

      Igazi loonyana babo neentombi zabo,

      Ababingelela ngazo kwizithixo zakwaKanan;+

      Nelizwe langcoliswa luphalazo-gazi.+

  • Luka 11:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 khon’ ukuze igazi labo bonke abaprofeti+ elaphalazwayo ukususela ekusekweni kwehlabathi lifunwe kwesi sizukulwana,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share