INdumiso 91:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba iingelosi zakhe uya kuzinika umyalelo ngawe,+Ukuba zikulinde ezindleleni zakho zonke.+ INdumiso 121:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYehova uya kukulinda entlekeleni yonke.+Uya kuwulinda umphefumlo wakho.+ Yohane 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Andisekho sehlabathini, kodwa bona basehlabathini+ yaye mna ndiza kuwe. Bawo Ongcwele, balinde+ ngenxa yegama lakho ondinike lona, ukuze babe banye kanye njengoko sinjalo thina.+ 1 Petros 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nina enilondolozwa ngamandla kaThixo ngokholo+ ngenxa yosindiso+ olulungele ukutyhilwa+ ngexesha lokugqibela.+
11 “Andisekho sehlabathini, kodwa bona basehlabathini+ yaye mna ndiza kuwe. Bawo Ongcwele, balinde+ ngenxa yegama lakho ondinike lona, ukuze babe banye kanye njengoko sinjalo thina.+
5 nina enilondolozwa ngamandla kaThixo ngokholo+ ngenxa yosindiso+ olulungele ukutyhilwa+ ngexesha lokugqibela.+