Numeri 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Yaye wathetha uYehova kuMoses entlango yaseSinayi,+ ententeni yokuhlangana,+ ngosuku lokuqala lwenyanga yesibini ngonyaka wesibini wokuphuma kwabo ezweni laseYiputa,+ esithi:
1 Yaye wathetha uYehova kuMoses entlango yaseSinayi,+ ententeni yokuhlangana,+ ngosuku lokuqala lwenyanga yesibini ngonyaka wesibini wokuphuma kwabo ezweni laseYiputa,+ esithi: