Duteronomi 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Siya kunyukela phi na? Abazalwana bethu bazinyibilikisile iintliziyo zethu,+ besithi: “Sisizwana esinabantu abakhulu nabade kunathi,+ izixeko zikhulu, zinqatyisiwe kwada kwesa emazulwini+ kwaye noonyana baka-Anakim+ sibabone khona.”’
28 Siya kunyukela phi na? Abazalwana bethu bazinyibilikisile iintliziyo zethu,+ besithi: “Sisizwana esinabantu abakhulu nabade kunathi,+ izixeko zikhulu, zinqatyisiwe kwada kwesa emazulwini+ kwaye noonyana baka-Anakim+ sibabone khona.”’