Numeri 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ekuwathumeni kwakhe uMoses ukuba aye kuhlola ilizwe lakwaKanan, wathi kuwo: “Nyukani apha niye eNegebhi,+ ninyukele kummandla weentaba.+
17 Ekuwathumeni kwakhe uMoses ukuba aye kuhlola ilizwe lakwaKanan, wathi kuwo: “Nyukani apha niye eNegebhi,+ ninyukele kummandla weentaba.+