Amosi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Kodwa mna, ndambhubhisa umAmori+ ngenxa yabo, okuphakama kwakhe kwakunjengokuphakama kwemisedare, nowayenamandla njengemithi exandileyo;+ ndasibhubhisa isiqhamo sakhe phezulu neengcambu zakhe ngaphantsi.+
9 “‘Kodwa mna, ndambhubhisa umAmori+ ngenxa yabo, okuphakama kwakhe kwakunjengokuphakama kwemisedare, nowayenamandla njengemithi exandileyo;+ ndasibhubhisa isiqhamo sakhe phezulu neengcambu zakhe ngaphantsi.+