Numeri 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kwisizwe sakwaYuda, nguKalebhi+ unyana kaYefune; Numeri 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ke nina, aniyi kungena ezweni endaliphakamisela isandla sam+ ndifunga ukuba ndinihlalise kulo, ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+
30 Ke nina, aniyi kungena ezweni endaliphakamisela isandla sam+ ndifunga ukuba ndinihlalise kulo, ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+