IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 yaye ababingeleli abasixhenxe abathwele iimpondo ezisixhenxe zegusha phambi kwetyeya kaYehova babehamba, bevuthela izigodlo ngokuqhubekayo, yaye umkhosi oxhobele imfazwe wawuhamba phambi kwabo, ngoxa amajoni akhusela umkhosi ayelandela ityeya kaYehova evuthela izigodlo ngokuqhubekayo.+

  • 2 Kronike 15:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngako oko waphuma waya phambi kuka-Asa waza wathi kuye: “Ndiphulaphule, Asa nawe wonke Yuda noBhenjamin! UYehova unani logama nje nani ninaye;+ nokuba nithe namfuna,+ uya kufumaneka kuni, kodwa ukuba nithe namshiya uya kunishiya.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share