Duteronomi 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 noko wakwenzayo kuDatan noAbhiram+ oonyana bakaEliyabhi unyana kaRubhen, xa umhlaba wawuvulayo umlomo wawo waza wabaginya, phambi kukaSirayeli wonke, bona nezindlu zabo neentente zabo nento yonke eyabalandelayo);+
6 noko wakwenzayo kuDatan noAbhiram+ oonyana bakaEliyabhi unyana kaRubhen, xa umhlaba wawuvulayo umlomo wawo waza wabaginya, phambi kukaSirayeli wonke, bona nezindlu zabo neentente zabo nento yonke eyabalandelayo);+