Eksodus 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza waqhubeka wathi uMoses: “Kothi ngokuhlwa uYehova aninike inyama nidle, nesonka kusasa nide nanele, kuba uYehova ukuvile ukumbombozela kwenu enimmbombozelele ngako. Singoobani na ke thina? Asisithi, kodwa nguYehova enimmbombozeleleyo.”+ INdumiso 106:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bammonela uMoses enkampini,+NoAron ongcwele kaYehova.+
8 Waza waqhubeka wathi uMoses: “Kothi ngokuhlwa uYehova aninike inyama nidle, nesonka kusasa nide nanele, kuba uYehova ukuvile ukumbombozela kwenu enimmbombozelele ngako. Singoobani na ke thina? Asisithi, kodwa nguYehova enimmbombozeleleyo.”+