INdumiso 106:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula ke umhlaba wavuleka waza waginya uDatan,+Waza waligubungela ibandla lika-Abhiram.+ Yuda 11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+
11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+