-
Levitikus 27:28INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
28 “‘Kuphela nje makungabikho nanye into enikelweyo emele ithengiswe, athe umntu wayithabatha ezintweni zakhe zonke waza wayinikela kuYehova ukuze itshatyalaliswe,+ enoba ngumntu okanye sisilo okanye yintsimi elilifa lakhe, yaye makungabikho nanye into enikelweyo ethi ithengwe kwakhona.+ Iyeyona nto ingcwele kuYehova.
-