27 Ukuba lelesilo esingahlambulukanga+ yaye emele alikhulule ngokuvumelana nexabiso elithelekelelwayo, umele ke ngoko ongezelele isahlulo sesihlanu kulo.+ Kodwa ukuba alithengwanga kwakhona, limele ke ngoko lithengiswe ngokwexabiso elithelekelelwayo.