Duteronomi 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Kuba ukuba nithe nawugcina ngokungqongqo lo myalelo wonke+ ndiniyalela wona ukuba niwenze, wokuba nimthande uYehova uThixo wenu,+ nihambe ngeendlela zakhe zonke+ nize ninamathele kuye,+ Duteronomi 12:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Onke amazwi endiniyalela wona nize niwenze ngenyameko.+ Ningongezi kuwo yaye ninganciphisi kuwo.+ 1 Yohane 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ukumthanda+ uThixo kuko ukuthi, siyigcine imiyalelo yakhe;+ kwaye ayinzima imiyalelo yakhe,+
22 “Kuba ukuba nithe nawugcina ngokungqongqo lo myalelo wonke+ ndiniyalela wona ukuba niwenze, wokuba nimthande uYehova uThixo wenu,+ nihambe ngeendlela zakhe zonke+ nize ninamathele kuye,+