ABagwebi 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku, nceda, memeza ezindlebeni zabantu, uthi, ‘Ngubani na owoyikayo nongcangcazelayo? Makarhoxe.’”+ Ngoko uGidiyon wabacikida. Ngoko, amashumi amabini anesibini amawaka abantu arhoxa, yaye yaba lishumi lamawaka elasalayo.
3 Ke kaloku, nceda, memeza ezindlebeni zabantu, uthi, ‘Ngubani na owoyikayo nongcangcazelayo? Makarhoxe.’”+ Ngoko uGidiyon wabacikida. Ngoko, amashumi amabini anesibini amawaka abantu arhoxa, yaye yaba lishumi lamawaka elasalayo.