Numeri 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa oonyana bakaSirayeli babathimba abafazi bakwaMidiyan nabantwana babo;+ kwanezilwanyana zabo zasekhaya zonke nemfuyo yabo yonke nobuncwane babo bonke babuphanga. Numeri 31:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Onke wona amabhinqa aselula angalalanga nandoda zisindiseleni wona.+
9 Kodwa oonyana bakaSirayeli babathimba abafazi bakwaMidiyan nabantwana babo;+ kwanezilwanyana zabo zasekhaya zonke nemfuyo yabo yonke nobuncwane babo bonke babuphanga.