Genesis 29:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke waba neentlobano zokwazana kwanoRakeli yaye wabonisa uthando olungakumbi kuRakeli kunakuLeya,+ waza waqhubeka ekhonza iminyaka esixhenxe engakumbi.+ Genesis 29:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Wamitha kwakhona, wazala unyana waza wathi: “Kungenxa yokuba uYehova uye waphulaphula,+ kuba ndandithiyiwe waza ke ngoko wandinika nalo.” Ngoko ke wamthiya igama elinguSimeyon.+ 1 Samuweli 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwathi ke kwaba yimini yokuba uElikana abingelele, yaye wanika uPenina umfazi wakhe nabo bonke oonyana bakhe neentombi zakhe izabelo;+
30 Ngoko ke waba neentlobano zokwazana kwanoRakeli yaye wabonisa uthando olungakumbi kuRakeli kunakuLeya,+ waza waqhubeka ekhonza iminyaka esixhenxe engakumbi.+
33 Wamitha kwakhona, wazala unyana waza wathi: “Kungenxa yokuba uYehova uye waphulaphula,+ kuba ndandithiyiwe waza ke ngoko wandinika nalo.” Ngoko ke wamthiya igama elinguSimeyon.+
4 Kwathi ke kwaba yimini yokuba uElikana abingelele, yaye wanika uPenina umfazi wakhe nabo bonke oonyana bakhe neentombi zakhe izabelo;+