Eksodus 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Xa uthe walibona iesile lokuthiyileyo lisadalele phantsi komthwalo walo, musa ukumyekela. Mkhululise lona.+ Levitikus 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova. Luka 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekuphenduleni wathi: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangamandla akho ephela nangengqondo yakho iphela,’+ nokuthi, ‘ummelwane wakho njengawe siqu.’”+ Galati 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke, lo gama ixesha lisasivumela,+ masenze okulungileyo kubo bonke, ngokukodwa kwabo bahlobene nathi elukholweni.+
5 Xa uthe walibona iesile lokuthiyileyo lisadalele phantsi komthwalo walo, musa ukumyekela. Mkhululise lona.+
18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova.
27 Ekuphenduleni wathi: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangamandla akho ephela nangengqondo yakho iphela,’+ nokuthi, ‘ummelwane wakho njengawe siqu.’”+
10 Ngoko ke, lo gama ixesha lisasivumela,+ masenze okulungileyo kubo bonke, ngokukodwa kwabo bahlobene nathi elukholweni.+