Genesis 27:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Waphendula uIsake uyise wathi kuye: “Yabona, uya kuhlalela kude nokuchuma komhlaba, ube kude nombethe wamazulu ovela phezulu.+ Genesis 27:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kwaye uya kuphila+ ngekrele lakho, umkhonze+ umninawa wakho. Kodwa wothi wakudlokova, uyaphule ngenene idyokhwe yakhe entanyeni yakho.”+
39 Waphendula uIsake uyise wathi kuye: “Yabona, uya kuhlalela kude nokuchuma komhlaba, ube kude nombethe wamazulu ovela phezulu.+
40 Kwaye uya kuphila+ ngekrele lakho, umkhonze+ umninawa wakho. Kodwa wothi wakudlokova, uyaphule ngenene idyokhwe yakhe entanyeni yakho.”+