Levitikus 11:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ngokuba ndinguYehova onikhuphe ezweni laseYiputa ukuba ndibe nguThixo wenu;+ yaye ke nina nimele nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+ Duteronomi 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kofika kuqala kuye isandla samangqina ukumbulala, kufike isandla sabantu bonke emva koko;+ ubutshayele ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+ INtshumayeli 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+ 1 Korinte 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ngoxa uThixo egweba abo bangaphandle?+ “Mshenxiseni umntu ongendawo phakathi kwenu.”+
45 Ngokuba ndinguYehova onikhuphe ezweni laseYiputa ukuba ndibe nguThixo wenu;+ yaye ke nina nimele nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+
7 Kofika kuqala kuye isandla samangqina ukumbulala, kufike isandla sabantu bonke emva koko;+ ubutshayele ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+
13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+