IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Emva koko uThixo wafika kuAbhimeleki ephupheni ngobusuku waza wathi kuye: “Yabona, ungofileyo ngenxa yomfazi omthabathileyo,+ ekubeni engumkamntu.”+

  • Eksodus 21:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ukuba lithe lafika lodwa, lophuma lodwa. Ukuba linomfazi, ngoko umfazi walo wophuma nalo.

  • Isaya 62:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba kanye njengoko umfana esenza intombi enyulu ibe ngumfazi wakhe, oonyana bakho baya kukwenza umfazi.+ Nangokugcoba komyeni ngenxa yomtshakazi wakhe,+ uThixo wakho uya kugcoba ngenxa yakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share