Genesis 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye bamemeza kuLote besithi kuye: “Aphi laa madoda angene kwakho ngobu busuku? Wakhuphele kuthi ukuze sibe neentlobano zokwazana nawo.”+ Roma 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 namadoda akushiya ukusebenza kwemvelo kwamabhinqa+ aza atshisekelana ngamandla, amadoda ekhanuka amadoda,+ esebenza oko kungamanyala,+ ezamkelela imbuyekezo ezeleyo,+ eyayiwafanele ngenxa yesiphoso sawo.+ 1 Timoti 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+ ISityhilelo 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaphandle zizinja+ nabo basebenzelana nemimoya+ nabahenyuzi+ nababulali nabanquli-zithixo naye wonk’ ubani othanda noqhubeka nobuxoki.’+
5 Yaye bamemeza kuLote besithi kuye: “Aphi laa madoda angene kwakho ngobu busuku? Wakhuphele kuthi ukuze sibe neentlobano zokwazana nawo.”+
27 namadoda akushiya ukusebenza kwemvelo kwamabhinqa+ aza atshisekelana ngamandla, amadoda ekhanuka amadoda,+ esebenza oko kungamanyala,+ ezamkelela imbuyekezo ezeleyo,+ eyayiwafanele ngenxa yesiphoso sawo.+
10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+
15 Ngaphandle zizinja+ nabo basebenzelana nemimoya+ nabahenyuzi+ nababulali nabanquli-zithixo naye wonk’ ubani othanda noqhubeka nobuxoki.’+