Mateyu 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kweza kuye abaFarisi, bezimisele ukumhenda besithi: “Kusemthethweni na ukuba indoda iqhawule umtshato nomfazi wayo nangasiphi na isizathu?”+ Mateyu 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wathi kubo: “UMoses, ngenxa yobulukhuni beentliziyo zenu,+ wanivumela ukuba niqhawule umtshato nabafazi benu, kodwa kwakungenjalo ekuqaleni.+
3 Kweza kuye abaFarisi, bezimisele ukumhenda besithi: “Kusemthethweni na ukuba indoda iqhawule umtshato nomfazi wayo nangasiphi na isizathu?”+
8 Wathi kubo: “UMoses, ngenxa yobulukhuni beentliziyo zenu,+ wanivumela ukuba niqhawule umtshato nabafazi benu, kodwa kwakungenjalo ekuqaleni.+