Genesis 40:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokuba eneneni ndaqweqwediswa ezweni lamaHebhere;+ nalapha andenzanga nto konke konke, ukuba bandifake emhadini wentolongo.”+ Eksodus 21:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Othe waqweqwedisa umntu+ waza wathengisa ngaye+ okanye lowo ufunyenwe esandleni sakhe makabulawe afe.+ 1 Timoti 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+
15 Ngokuba eneneni ndaqweqwediswa ezweni lamaHebhere;+ nalapha andenzanga nto konke konke, ukuba bandifake emhadini wentolongo.”+
16 “Othe waqweqwedisa umntu+ waza wathengisa ngaye+ okanye lowo ufunyenwe esandleni sakhe makabulawe afe.+
10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+