Duteronomi 4:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.” 1 Petros 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba, “lowo uthanda ukufumana ubomi nokubona imihla elungileyo,+ makathintele ulwimi lwakhe+ kokubi nemilebe yakhe ekuthetheni inkohliso,+
40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.”
10 Kuba, “lowo uthanda ukufumana ubomi nokubona imihla elungileyo,+ makathintele ulwimi lwakhe+ kokubi nemilebe yakhe ekuthetheni inkohliso,+