Levitikus 26:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Niya kuzisukela ngokuqinisekileyo iintshaba zenu,+ ziwe ngenene likrele phambi kwenu. Duteronomi 32:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kwenzeka njani na ukuba emnye kubo asukele iwaka,Ababini benze amawaka alishumi asabe?+Bekungenakwenzeka ngaphandle kokuba iLiwa labo lizithengisile+Waza uYehova wazinikela kubo. Yoshuwa 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye kwenzeka ukuba ngoxa babesaba phambi koSirayeli kwaye besethambekeni laseBhete-horon, uYehova waphosa amatye amakhulu+ avela ezulwini phezu kwabo ukuya kufikelela eAzeka, bade bafa. Baninzi ngakumbi abafa ngenxa yamatye esichotho kunabo babulawa ngekrele ngoonyana bakaSirayeli. 2 Samuweli 22:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ndiza kuzisukela iintshaba zam, ukuze ndizibhubhise,Yaye andiyi kubuya zide zitshabalale.+ INdumiso 89:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye ndazityumza zaziingceba iintshaba zakhe phambi kwakhe,+Nakwabo bamthiya kakhulu ndathumela izibetho.+
30 Kwenzeka njani na ukuba emnye kubo asukele iwaka,Ababini benze amawaka alishumi asabe?+Bekungenakwenzeka ngaphandle kokuba iLiwa labo lizithengisile+Waza uYehova wazinikela kubo.
11 Yaye kwenzeka ukuba ngoxa babesaba phambi koSirayeli kwaye besethambekeni laseBhete-horon, uYehova waphosa amatye amakhulu+ avela ezulwini phezu kwabo ukuya kufikelela eAzeka, bade bafa. Baninzi ngakumbi abafa ngenxa yamatye esichotho kunabo babulawa ngekrele ngoonyana bakaSirayeli.
23 Yaye ndazityumza zaziingceba iintshaba zakhe phambi kwakhe,+Nakwabo bamthiya kakhulu ndathumela izibetho.+