Duteronomi 5:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Nize nikunyamekele ukwenza kanye njengoko eniyalele uYehova uThixo wenu.+ Ningajikeli ekunene okanye ekhohlo.+ Yoshuwa 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Kuphela wena yiba nesibindi womelele kakhulu ukuze unyameke wenze ngokuvumelana nawo wonke umthetho uMoses umkhonzi wam awakuyalela wona.+ Ungaphambuki kuwo uye ngasekunene okanye ngasekhohlo,+ ukuze wenze ngobulumko naphi na apho uya khona.+ IMizekeliso 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Musa ukutyekela ngasekunene okanye ngasekhohlo.+ Lushenxise unyawo lwakho kokubi.+ Isaya 30:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Neendlebe zakho ziya kuva ilizwi emva kwakho lisithi: “Nantsi indlela.+ Hambani ngayo,” nokuba nisinga ekunene, nokuba nisinga ekhohlo.+
32 Nize nikunyamekele ukwenza kanye njengoko eniyalele uYehova uThixo wenu.+ Ningajikeli ekunene okanye ekhohlo.+
7 “Kuphela wena yiba nesibindi womelele kakhulu ukuze unyameke wenze ngokuvumelana nawo wonke umthetho uMoses umkhonzi wam awakuyalela wona.+ Ungaphambuki kuwo uye ngasekunene okanye ngasekhohlo,+ ukuze wenze ngobulumko naphi na apho uya khona.+
21 Neendlebe zakho ziya kuva ilizwi emva kwakho lisithi: “Nantsi indlela.+ Hambani ngayo,” nokuba nisinga ekunene, nokuba nisinga ekhohlo.+