Levitikus 26:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ekuyaphuleni kwam intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ abafazi abalishumi baya kusibhaka isonka senu eontini enye baze basibuyise isonka senu besilinganisile;+ nidle kodwa ninganeli.+ Mika 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wena uya kudla uze unganeli, ukulambatha kwakho kube phakathi kwakho.+ Uya kushenxisa izinto, kodwa akuyi kuzithwala ngokukhuselekileyo; nakuphi na oko uya kukuthwala ngokukhuselekileyo, ndiya kukunikela ekreleni.+
26 Ekuyaphuleni kwam intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ abafazi abalishumi baya kusibhaka isonka senu eontini enye baze basibuyise isonka senu besilinganisile;+ nidle kodwa ninganeli.+
14 Wena uya kudla uze unganeli, ukulambatha kwakho kube phakathi kwakho.+ Uya kushenxisa izinto, kodwa akuyi kuzithwala ngokukhuselekileyo; nakuphi na oko uya kukuthwala ngokukhuselekileyo, ndiya kukunikela ekreleni.+