Duteronomi 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo. Amosi 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Ndathumela phakathi kwenu indyikitya yokufa ngokohlobo lwaleyo yaseYiputa.+ Ndabulala abafana benu ngekrele,+ ndathimba namahashe enu.+ Ndamana ndisenza ukuba ukunuka kakubi kweenkampu zenu kunyukele nasemathatheni enu;+ kodwa anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.
15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo.
10 “‘Ndathumela phakathi kwenu indyikitya yokufa ngokohlobo lwaleyo yaseYiputa.+ Ndabulala abafana benu ngekrele,+ ndathimba namahashe enu.+ Ndamana ndisenza ukuba ukunuka kakubi kweenkampu zenu kunyukele nasemathatheni enu;+ kodwa anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.