Isaya 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ezindlebeni zam uYehova wemikhosi [ufungile ukuba] izindlu ezininzi, nangona zinkulu yaye zilungile, ziya kuba yinto yokukhwankqisa, kungekho mmi.+ IZililo 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ilifa lethu linikelwe kwabasemzini, izindlu zethu kwabolunye uhlanga.+ Zefaniya 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Indyebo yawo imele ibe yeyokuphangwa nezindlu zawo zibe yinkangala ephanzileyo.+ Aya kwakha izindlu, kodwa akayi kuhlala kuzo;+ aya kutyala nezidiliya, kodwa akayi kusela wayini yazo.+
9 Ezindlebeni zam uYehova wemikhosi [ufungile ukuba] izindlu ezininzi, nangona zinkulu yaye zilungile, ziya kuba yinto yokukhwankqisa, kungekho mmi.+
13 Indyebo yawo imele ibe yeyokuphangwa nezindlu zawo zibe yinkangala ephanzileyo.+ Aya kwakha izindlu, kodwa akayi kuhlala kuzo;+ aya kutyala nezidiliya, kodwa akayi kusela wayini yazo.+