Duteronomi 28:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 Kusasa wothi, ‘Akwaba bekungokuhlwa!’ ngokuhlwa wothi, ‘Akwaba bekukusasa!’ ngenxa yokunkwantya kwentliziyo yakho oya kunkwantya ngako nangenxa yombono aya kuwubona amehlo akho.+
67 Kusasa wothi, ‘Akwaba bekungokuhlwa!’ ngokuhlwa wothi, ‘Akwaba bekukusasa!’ ngenxa yokunkwantya kwentliziyo yakho oya kunkwantya ngako nangenxa yombono aya kuwubona amehlo akho.+