Duteronomi 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye nimele nidle khona phambi koYehova uThixo+ wenu, nibe nemihlali ngako konke enikwenzileyo,+ nina nezindlu zenu, ngokuba ekusikelele uYehova uThixo wakho. Duteronomi 32:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Watyeba ke uYeshurun,+ wakhabalaza.+Wazingxala wena, watyeba, waba mkhulu.+Ngoko wamshiya yena uThixo, owamenzayo,+Walidela iLiwa+ lokusindiswa kwakhe. Nehemiya 9:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Yaye bona—ebudeni bobukumkani+ babo nakwizinto zakho ezilungileyo ezininzi+ owabanika zona kwilizwe elibanzi nelityebileyo+ owalenza lafumaneka kubo, abazange bakukhonze+ kwaye abazange bajike kuqheliselo lwabo olubi.+
7 Yaye nimele nidle khona phambi koYehova uThixo+ wenu, nibe nemihlali ngako konke enikwenzileyo,+ nina nezindlu zenu, ngokuba ekusikelele uYehova uThixo wakho.
15 Watyeba ke uYeshurun,+ wakhabalaza.+Wazingxala wena, watyeba, waba mkhulu.+Ngoko wamshiya yena uThixo, owamenzayo,+Walidela iLiwa+ lokusindiswa kwakhe.
35 Yaye bona—ebudeni bobukumkani+ babo nakwizinto zakho ezilungileyo ezininzi+ owabanika zona kwilizwe elibanzi nelityebileyo+ owalenza lafumaneka kubo, abazange bakukhonze+ kwaye abazange bajike kuqheliselo lwabo olubi.+