Levitikus 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+ 2 Kronike 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 khangela! uYehova ubabetha ngesibetho esikhulu+ abantu bakho+ noonyana bakho+ nabafazi bakho nazo zonke iimpahla zakho. Daniyeli 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.
21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+
14 khangela! uYehova ubabetha ngesibetho esikhulu+ abantu bakho+ noonyana bakho+ nabafazi bakho nazo zonke iimpahla zakho.
12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.