Duteronomi 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ingubo yakho yokwaleka ayiguganga, nonyawo lwakho aludumbanga kule minyaka ingamashumi amane.+ Nehemiya 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kwaye wabalungiselela ukutya entlango iminyaka engamashumi amane.+ Abazange baswele nto.+ Izambatho zabo azizange ziphele,+ neenyawo zabo azizange zidumbe.+ Mateyu 6:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Musani ke ukuxhala+ nisithi, ‘Siza kudla ntoni na?’ okanye, ‘Siza kusela ntoni na?’ okanye, ‘Siza kunxiba ntoni na?’
21 Kwaye wabalungiselela ukutya entlango iminyaka engamashumi amane.+ Abazange baswele nto.+ Izambatho zabo azizange ziphele,+ neenyawo zabo azizange zidumbe.+
31 Musani ke ukuxhala+ nisithi, ‘Siza kudla ntoni na?’ okanye, ‘Siza kusela ntoni na?’ okanye, ‘Siza kunxiba ntoni na?’