Duteronomi 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngawo la amazwi omnqophiso uYehova awayalela ngawo uMoses ukuba awenze noonyana bakaSirayeli ezweni lakwaMowabhi ngaphandle komnqophiso awawenzayo nabo eHorebhe.+ Duteronomi 29:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Izinto ezifihlakeleyo+ zezikaYehova uThixo wethu, kodwa zona izinto ezityhilekileyo+ zezethu noonyana bethu kuse kwixesha elingenammiselo, ukuze siwenze onke amazwi alo mthetho.+
29 Ngawo la amazwi omnqophiso uYehova awayalela ngawo uMoses ukuba awenze noonyana bakaSirayeli ezweni lakwaMowabhi ngaphandle komnqophiso awawenzayo nabo eHorebhe.+
29 “Izinto ezifihlakeleyo+ zezikaYehova uThixo wethu, kodwa zona izinto ezityhilekileyo+ zezethu noonyana bethu kuse kwixesha elingenammiselo, ukuze siwenze onke amazwi alo mthetho.+