Genesis 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+ Genesis 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 yathi: “‘Ndizifungile,’ utsho uYehova,+ ‘ukuba ngenxa yokuba uyenzile le nto waza akwala nonyana wakho, ekuphela kwakhe,+ Yeremiya 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngenjongo yokuphumeza isifungo endasifungela ookhokho benu,+ ukubanika ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi,+ njengakule mini.’”’” Ndaphendula ke ndathi: “Amen, Yehova.” Hebhere 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,
7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+
16 yathi: “‘Ndizifungile,’ utsho uYehova,+ ‘ukuba ngenxa yokuba uyenzile le nto waza akwala nonyana wakho, ekuphela kwakhe,+
5 ngenjongo yokuphumeza isifungo endasifungela ookhokho benu,+ ukubanika ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi,+ njengakule mini.’”’” Ndaphendula ke ndathi: “Amen, Yehova.”
13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,