Genesis 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye. Genesis 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+
7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye.
18 Ngolo suku uYehova wenza umnqophiso noAbram,+ esithi: “Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe,+ ukususela kumlambo waseYiputa kuse kumlambo omkhulu, umlambo umEfrate:+