Numeri 21:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngoko ke bamxabela yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke, kwada akwasala usindileyo;+ balidla ilifa ilizwe lakhe.+ Yoshuwa 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 wonke ummandla wobukhosi bukaOgi+ eBhashan, owalawula eAshtaroti nase-Edreyi+—nguye owasalayo kumaRefa+—yaye uMoses wawaxabela waza wawahlutha ilizwe lawo.+
35 Ngoko ke bamxabela yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke, kwada akwasala usindileyo;+ balidla ilifa ilizwe lakhe.+
12 wonke ummandla wobukhosi bukaOgi+ eBhashan, owalawula eAshtaroti nase-Edreyi+—nguye owasalayo kumaRefa+—yaye uMoses wawaxabela waza wawahlutha ilizwe lawo.+