-
ABagwebi 6:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
13 Ngoko uGidiyon wathi kuyo: “Ndiyangxengxeza, nkosi yam, kodwa ukuba uYehova unathi, kutheni ke ngoko ukuba sifikelwe koku konke,+ kwaye ziphi na izenzo zakhe zonke ezimangalisayo+ ezo basibalisela ngazo oobawo,+ besithi, ‘UYehova akazange asikhuphe eYiputa na?’+ Yaye ngoku uYehova usilahlile,+ kwaye usinikela entendeni kaMidiyan.”
-