Duteronomi 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye wazi kakuhle ukuba uYehova uThixo wakho nguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO othembekileyo,+ obagcinela umnqophiso+ nobubele bothando abamthandayo nabayigcinayo imiyalelo yakhe kude kuse ezizukulwaneni eziliwaka,+ Nehemiya 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kwaye wena ulilungisa+ ngokubhekisele kuko konke okusifikeleyo, kuba wena wenze ngokuthembeka,+ kodwa sithi abenze ngokungendawo.+ INdumiso 98:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ubukhumbule ububele bakhe bothando nokuthembeka kwakhe kwindlu kaSirayeli.+Zonke iziphelo zomhlaba zilubonile usindiso loThixo wethu.+ Hebhere 10:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Masilubambe nkqi uvumo lwasesidlangalaleni lwethemba lethu+ ngaphandle kokuxengaxenga,+ kuba uthembekile+ lowo uthembisileyo. 1 Petros 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko, ke, abo babandezeleka ngokuvisisana nokuthanda kukaThixo mabahlale beyaleza imiphefumlo yabo kuMdali othembekileyo ngoxa besenza okulungileyo.+
9 Kwaye wazi kakuhle ukuba uYehova uThixo wakho nguTHIXO oyinyaniso,+ uTHIXO othembekileyo,+ obagcinela umnqophiso+ nobubele bothando abamthandayo nabayigcinayo imiyalelo yakhe kude kuse ezizukulwaneni eziliwaka,+
33 Kwaye wena ulilungisa+ ngokubhekisele kuko konke okusifikeleyo, kuba wena wenze ngokuthembeka,+ kodwa sithi abenze ngokungendawo.+
3 Ubukhumbule ububele bakhe bothando nokuthembeka kwakhe kwindlu kaSirayeli.+Zonke iziphelo zomhlaba zilubonile usindiso loThixo wethu.+
23 Masilubambe nkqi uvumo lwasesidlangalaleni lwethemba lethu+ ngaphandle kokuxengaxenga,+ kuba uthembekile+ lowo uthembisileyo.
19 Ngoko, ke, abo babandezeleka ngokuvisisana nokuthanda kukaThixo mabahlale beyaleza imiphefumlo yabo kuMdali othembekileyo ngoxa besenza okulungileyo.+