Duteronomi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+ Duteronomi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+ IZenzo 17:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+
5 Nize ningabambani nabo, kuba ezweni labo andiyi kuninika nendawo engangobubanzi bentende yonyawo; ngokuba iNtaba iSehire ndiyinike uEsawu ukuba ayime.+
19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+
26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+