Duteronomi 32:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bona bazonakalisile ngokwabo;+Abangobantwana bakhe, bazizisele isiphako ngokwabo.+Basisizukulwana esigwenxa nesijijekileyo!+ Isaya 65:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Izandla zam ndizolule imini yonke kwisizwana esineenkani,+ eso sihamba ngendlela engalunganga,+ emva kweengcamango zaso;+ Mateyu 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ekuphenduleni uYesu wathi: “Owu sizukulwanandini singenalukholo nesijijekileyo,+ koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezele? Mziseni apha kum.”
5 Bona bazonakalisile ngokwabo;+Abangobantwana bakhe, bazizisele isiphako ngokwabo.+Basisizukulwana esigwenxa nesijijekileyo!+
2 “Izandla zam ndizolule imini yonke kwisizwana esineenkani,+ eso sihamba ngendlela engalunganga,+ emva kweengcamango zaso;+
17 Ekuphenduleni uYesu wathi: “Owu sizukulwanandini singenalukholo nesijijekileyo,+ koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezele? Mziseni apha kum.”