16 “‘Xa ndithumela iintolo ezenzakalisayo zendlala kubo,+ ezimele zingqineke zisonakalisa, ntolo ezo ndiya kuzithumela ukuze ndinonakalise,+ kwanendlala ndiya kuyandisa phezu kwenu yaye ndiza kuzaphula iintonga zenu ekujingiswa kuzo izonka ezibusazinge.+