Levitikus 26:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo. Duteronomi 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+ Hezekile 20:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ndasiphakamisa isandla sam ndibafungela entlango,+ ukuze ndibachithachithe phakathi kweentlanga nokuze ndibasasaze phakathi emazweni,+ Luka 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.
33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.
25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+
23 Ndasiphakamisa isandla sam ndibafungela entlango,+ ukuze ndibachithachithe phakathi kweentlanga nokuze ndibasasaze phakathi emazweni,+
24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.