IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+

  • 1 Kumkani 8:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 kwanga ungeva usemazulwini, kwindawo ohlala kuyo emisiweyo,+ uze wenze ngokuvumelana nako konke oko akubizayo owasemzini;+ ukuze zonke izizwana zomhlaba zilazi igama lakho+ zize zikoyike njengabantu bakho amaSirayeli, ukuze zazi ukuba le ndlu ndiyakhileyo ibizwe ngegama lakho.+

  • Roma 3:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Okanye ngaba unguThixo wamaYuda kuphela?+ Akanguye na kwanowabantu beentlanga?+ Ewe, ukwanguye nowabantu beentlanga,+

  • Roma 15:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwakhona uthi: “Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share