Genesis 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Wena ke, Yuda,+ abantakwenu baya kukubonga.+ Isandla sakho sibe sesixhantini seentshaba zakho.+ Oonyana bakayihlo baya kuqubuda kuwe.+ 1 Kronike 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—
8 “Wena ke, Yuda,+ abantakwenu baya kukubonga.+ Isandla sakho sibe sesixhantini seentshaba zakho.+ Oonyana bakayihlo baya kuqubuda kuwe.+
2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—