Genesis 27:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye ngamana uTHIXO oyinyaniso angakunika umbethe wamazulu+ nokuchuma komhlaba+ nentabalala yokudla okuziinkozo newayini entsha.+ Zekariya 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ‘Kuba kuya kubakho imbewu yoxolo;+ umdiliya uya kunika isiqhamo sawo,+ nomhlaba uya kunika imveliso yawo,+ namazulu aya kunika umbethe wawo;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabangela abaseleyo+ kwesi sizwana bazidle ilifa zonke ezi zinto.+
28 Yaye ngamana uTHIXO oyinyaniso angakunika umbethe wamazulu+ nokuchuma komhlaba+ nentabalala yokudla okuziinkozo newayini entsha.+
12 ‘Kuba kuya kubakho imbewu yoxolo;+ umdiliya uya kunika isiqhamo sawo,+ nomhlaba uya kunika imveliso yawo,+ namazulu aya kunika umbethe wawo;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabangela abaseleyo+ kwesi sizwana bazidle ilifa zonke ezi zinto.+