Genesis 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi akuba mdala uIsake namehlo akhe enorhatyazo,+ wabiza uEsawu unyana wakhe omkhulu, wathi kuye:+ “Nyana wam!” waza wathi yena kuye: “Ndilapha!” Genesis 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Aye ke amehlo kaSirayeli enorhatyazo bubudala.+ Wayengasaboni. Wabasondeza ke kuye, waza yena wabanga, wabawola.+
27 Kwathi akuba mdala uIsake namehlo akhe enorhatyazo,+ wabiza uEsawu unyana wakhe omkhulu, wathi kuye:+ “Nyana wam!” waza wathi yena kuye: “Ndilapha!”
10 Aye ke amehlo kaSirayeli enorhatyazo bubudala.+ Wayengasaboni. Wabasondeza ke kuye, waza yena wabanga, wabawola.+