Duteronomi 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa.
5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa.