IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Sikho na esinye isizwana esakha saliva ilizwi likaThixo ethetha phakathi komlilo njengoko walivayo wena, saza saqhubeka siphila?+

  • Duteronomi 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ndema phakathi koYehova nani ngelo xesha+ ukuze ndinixelele ilizwi likaYehova, (ngokuba nanisoyika ngenxa yomlilo naza ananyuka niye entabeni,)+ elithi,

  • INdumiso 29:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ilizwi likaYehova linamandla;+

      Ilizwi likaYehova linobungangamsha.+

  • 1 Tesalonika 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba seyingabo abahamba bechaza ngotyelelo lwethu lokuqala phakathi kwenu nokulahla kwenu izithixo+ niguqukela kuThixo, ukuze nibe ngamakhoboka oThixo ophilayo+ noyinyaniso,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share